Author: Grocott's Mail Reporters

NguCHRIS TOTOBELA NgoMgqibelo odlulileyo, umhla wokuqala kweMnga, ubeyeyona mini engasokuze ilityalwe liqela elize kakubi mvanje iSophia Stars. Eliqela lithande ukuba ngoomakhonya kukhuphiswano lwamaqela aselula, nanjengoko liye lalelona qela labadlali abaneminyaka engaphantsi kweshumi eline sithathu elithweswe njengentshatsheli zeMakana LFA kudidi lwabo. Eliqela liphumelele phantse yonke imidlalo yalo kodwa libethwe kumdlalo omnye kuphela, ngethuba likhala ngaphantsi kweSakhulutsha. Elinye iqela leSophia labadlali beminyaka engaphantsi kwishumi elinesihlanu liye lenza imbali kwibhola yabafana abaselula ngethuba iphumelela ileague yeMakana LFA kwisigaba soontanga babo. Omabini lamaqela eSophia aye athweswa njengentshatsheli ngemini enye. Ezindebe ziye zanikezelwa nguMnumzana uAkhona Heshu ongumlawuli weLeague yamakhwenkwana aselula kwesi Sengcwele isixeko. Umphathi weSophia…

Read More

NguCHRIS TOTOBELA Lempela veki esiphuma kuyo ibintle kakhulu kumaqela ethu alapha ekhaya adlala kukhuphiswano lweSAB. ICity Pirates ibityelele eQhorha iyokuqubisana neFriendly City, nalapho iye yabuya nodumo ngethuba iphumelela ngamanqaku amabini kwelinye. Iintshatsheli ezikhuselayo zendebe yenyibidyala iMaru, nayo iqale kakuhle kakhulu ngethuba ibityelele iUnited Eleven yaseBhatisi nalapho ibuye nawo onke amanqaku amathathu ngethuba iphumelela ngamanqaku amabini kwelinye. Xa sijonga indlela lamaqela omabini aqule ngayo kwelityeli, kukhangeleka ngathi azakuzama ukukhupha nala asemqolo amandla ukuzama ukubuyisa isidima sebhola yalapha ekhaya. Lempumelelo yawo omabini lamaqela yenze bangakwazi ukulinda abalandeli bebhola balapha ekhaya nanjengoko ezakube ehlangene kwidabi lasekhaya kwisithuba nje seveki ezimbini. Abalandeli bazokufumana ithuba…

Read More

NguCHRIS TOTOBELA Imozulu ebizole nasebukhweni bezinja ivumele abalandeli bebhola baphume ngobuninzi bayokuxhasa ibhola yamagqiyazana. Iqela elilelona linembali ebalaseleyo ngempumelelo yalo iAfrican Connection exhaswa ngabakwa Oak Cottage Spar libhulele amasaka iqela leziko lemfundo ephakamileyo iRhodes University kumdlalo bubanjelwe kwibala iKings Field. Omabini lamaqela aphose amanqaku amaninzi kwisiqingatha sokuqala kodwa Amakonokono ibengawo afumana amathuba acacileyo okophisa kuqala. Kuyiwe ekhefini ebambene ngeqanda macala. Kwisiqingatha sesibini iConnection iye yacinezela ngamandla inyanzela Oosotheko ukuba bachithe ixesha elininzi bedlala kumhlaba wabo. Amakonokono ophise kuqala ngethuba uZingisani Mazaka engena okwemela eshushu ebhotolweni kubadlali bangasemva beRhodes phambi kokuba ashiye unozinti enabile. UAnelisa Milisi uye wongeza elakhe inqaku naye…

Read More

The local Makhanda (Grahamstown) rural soccer teams hosted a tournament of Sport against crime, which started on 13 October, and finished over the past weekend. The first tournament was held on 16 June, when the teams were celebrating Youth month. The aim of these tournaments is to fight crime and substance abuse amongst the youth of the rural areas around the town. Six teams participated in the tournament, namely the Eleven United FC from Broughton Farm, Young City Pros FC from Salem, Flying Stars FC from Gardeners Gate, Pumba Pirates FC from Seven Fountains, Collingham FC from Collingham and Youngster FC…

Read More

By JESSICA EVANS George Dickerson Primary School was thrumming with music overlaid with the happy yells of its learners on the morning of Friday 14 September. It was their Grade 7 annual Entrepreneur’s Day. The three Grade 7 classes organised and advertised their own stalls which contributed to the funds for their farewell and their efforts are also assessed for their Economic Management Sciences (EMS) class. “All the grade sevens contribute,” explained Lindy Knock, the Grade 7 EMS teacher. “They bring stuff and they need to work out what profit they are going to make through selling and that coincides with the…

Read More

By: CHRIS TOTOBELA On Friday 12 October,  Makhanda’s (Grahamstown’s) own professional boxer Sonwabo “Born Fighter” Thwathwa took part in the tournament in East London. Thwathwa exchanged blows with Sinethemba ” Dictator” Kotana in a flyweight bout organised by Xaba boxing promotions, inside the Mdantsane Indoor Sports Centre in a bout that was scheduled for six rounds. Thwathwa started the fight slowly and he looked like he was in good shape, but barely threw a decent punch in the early exchanges. Before he could react, he was caught by a solid straight punch by Kotana and he went down to the…

Read More

By: Mzwanele Sibanda The Rhodes University Hellenic Society, otherwise known as Greek Soc, hosted their first Glow Run on Saturday 13 October, in collaboration with the Rhodes Athletics Society. The event contained a 3.5km run around the Rhodes University Astro Turf, with a goal of raising donations of various goods for those in need. Chanelle Descroizilles, the President of the Rhodes Hellenic Society and Vice President of The National Association of the Hellenic Youth Students of South Africa, expressed that the the purpose of the Glow Run was to receive any donations from the public and to create an inclusive…

Read More

NguCHRIS TOTOBELA IMakana LFA iyiqukumbele itumente yayo yamaqela angaphantsi kweminyaka elishumi elinesihlanu. Lomcimbi ububanjelwe kwibala laseJoza, iJD Dlepu, kulempelaveki sisuka kuyo kwaye ubuyinxalenye yemibhiyozo yosuku lwamagugu. Le tumente ibixhaswe lisebe lenkcubeko nemidlalo kulengingqi yeSarah Baartmaan. Lamaqela aqale imidlalo yawo yokukhiqana ngoMvulo umhla wokubhiyozela amagugu. Kumdlalo wokugqibela wobuntshatsheli, iSophia Stars ijongene nqo neGolden Brothers kumdlalo obuvutha amadangatye. IGolden Brothers iye yacinezela zisuka nje yankqunkqa ibuyelela kwiipali zeSophia okwezulu laseMthatha, kodwa iSophia akhange itatazele ngasemva nangona bikhangeleka yothukile. Omabini lamaqela awafumene amathuba kodwa kwanzima ukuwasebenzisa kwade kwayiwa ekhefini ebambene ngeqanda macala. Nokuba ibiyintoni ethethwe ngumqeqeshi weSophia ngethuba besekhefini isebenzile, nanjengoko abadlali bayo…

Read More

NguCHRIS TOTOBELA IKrisimesi ifike phambi kwexesha kwiqela lebhola ekhatywayo iSophia Stars, emva kokuba uOld Mutual ethe jize eliqela ngenkxaso yezinto zokudlala. Oku kwenzeka emveni kokuba uZanele Malgas ongumsebenzi kulenkampani ethe waqaphela indlela eliqela elisokola ngayo logama lisenza inguqu enkulu ekuhlaleni. UMalgas uye wasikwa yimfesane wazama uncedo kwinkqubo yenkampani yakhe ejongene nophuhliso lwemibutho yase kuhlaleni. UMalgas uthe “ndiziva ndingakwazi ukuwuvala umlomo luvuyo namhlanje xa ndibona iziqhamo zemisebenzi yam. Eyona nto enditsalileyo kubo kukubona ukuba lebhola yabo ihamba nemfundo kwaye idlala indima enkulu ekulweni umkhwa wokusetyenziswa kwezi yobisi ngabantwana abaselula kakhulu”. Ophetheyo kwa-Old Mutual, umnumzana Xolani Mangesi uthe “ndichulumance kakhulu yilento iqhubeka…

Read More

Makhanda (Gtown) rapper and producer, Azlan Makalima, recently released his newly profound single titled ‘The Ghetto Classifieds’. Azlan told Grocott’s Mail that he worked solo on his song, from songwriting to production. He further elaborated that his song is derived from untold stories of his early childhood experience, as he focused more on matters related to kasi stories. The Ghetto Classifieds is a mid-tempo Hip Hop song, with verses that touches the mind, body and soul of every kasi child’ who was raised by a parent who went through thick and thin trying to make ends meet. “It was never…

Read More