The following poem is about eating, touching, a very sensitive issue which is unusual at the end of it. People eat food and sometimes money but the new phenomenon we heard that there are people who eat human flesh. The poem written by Dumisa Mpupha

 

KUYATYIWA!

Kuyatyiwa kuba kuqheliwe

Kutyiwa kuba asinto iqhelekileyo

Kaloku kudliwa mhla ngatheko

Ngoko ke ngasi yunguma ngasinye

Sijonge ukutya sibhukuxe

 

Kuyatyiwa kub’ithuba liyavuma

Akukh’otyekel’ecaleni

Nabani ung’angaty’ahluthe

X’unqanda wozi zekel’olune nkume

 

Izolo besi sitya isonka nenyama

Izolo sisaziwa ngokutya nokudl’imali

Kodwa namhlanje kudliwa isimanga nesimamangu

Kutyiwa iinyama zabantu

Buzani kwabaziyo

 

Kuyatyiwa!

Grocott's Mail Contributors

Grocott's Mail Contributors includes content submitted by members of the public, and public and private institutions and organisations - regular and occasional, expert and citizen, opinion and analysis.

Comments are closed.