Grahamstown’s local boxing hero, Mzoxolo “Black Tiger” Ndwayana, exchanged leather with Ntuthuko Memela of Kwazulu-Natal on Friday 6 April as part of the bill organised by Xaba Promotions at the Orient Theatre in East London. Ndwayana knocked out his opponent in the fourth round of their eight-round Welterweight contest.
“I am happy that I have won but I must admit that he was not a push over as he came to me very hard at the beginning of the fight. I used my new tactics that I have learnt to knock him down,” said Ndwayana.
“I would have to wait for my promoter and see which direction he will point me to but I am ready for whatever comes my way”.
UNdwayana ulelise indoda ngophotho kumjikelo wesine
Iqhawe lalapha ekhaya uMzoxolo “Black Tiger” Ndwayana uqubisene noNtuthuko Memela wa-Kwazulu- Natal kwitumente yamanqindi eququzelelwe yi-Xaba Promotions. Lomdlalo bubanjelwe e-Orient Theatre eMonti ngomhla we 6 ku-April. U-Ndwayana umbethe wamlalisa ngophotho uMemela kumjikelo wesine kulomlo wabo we-Welterweight wemijikelo esibhozo.
U-Ndwayana uvakalise uchulumanco emva kwalomlo “ndivuya kakhulu yilempumelelo kodwa khange kubelula nanjengoko ebesiza ngamandla kum kodwa ke ndiye ndasebenzisa amaqhinga am amatsha endiwafundisiweyo ndamgibisela phantsi.” Xa ebebuzwa ngenyathelo elilandelayo lakhe uNdwayana uthe “Ndizokhe ndive kumthelekisi wam ukuba uzandolathisela kweliphi na icala kodwa ke ndilungele nantonina enothi ivele”.